Masonwabeni eMonti,Qonce nezphaluka

1.Ungena apha kulo mzi ngokuzithandela,ngoko ke sicela uthobele imigaqo yalapha elula necacileyo,wamkelekile ke apha e MASONWABE,YONWABA
2.Iinjongo eziphambili kuko nwaba,kucetyiswane kwaye kwakhiwane.
3.Amagama alumezayo,izithuko nemifanekiso ebonisa amanyala azamkelekanga kweli khaya.
4.Umntu wamkelekile ukuxhoma nantoni ayithandileyo kodwa angophuli umgaqo 3.
5.Igroup ka whatsapp ayamkelekanga apha,sicela niyeke ke ukuthi mayivulwe.
6.Ukuba ungene ngempazamo wamkelekile ukuphuma yiya kwi group info ubesele ungena ku leave group or ucele u Admin akukhuphe.
7.Ukuba ipost awuyithandi or ikuphatha kakubi akunyanzelekanga u commente kuyo,xa umntu lowo uyixhomileyo engophulanga umgaqo no.3
8.Kuza kumane kusiba neendibano zalo mzi sicela ke amalungu aziphathe nje ngabantu abadala kwezo ndibano(G2G).
9.Isijolo,isincwaso azikhuthazwa ezonto kulo mzi,ukuba ubani uyayenza angayidibanisi nalo mzi,asingeni ndawo.
10Abo ke bakwi groups ezininzi sicela banga siphatheli iindaba zazo asizifuni apha.
11.Members ezingekho Active 4 3mnths zyakhutswha askwaz hlala nabantu bazo gcwalisa nani qa.Theeentyuuuu!!

Regards

Admins

Group Created by Zimkhitha Magqaza