OKHESWA,MCHUMANE,NOZULU MANYANANI.

Akukho okugqitha umanyano nokwazana maKheswa amahle ,oNozulu,Mpafane ,Mchumane,Macocobela ndingabala ndithinina ndinithanda nonke ndilaphe Flagstaff eGwabeni,Ntlenzi .

Tags: okheswa,mchumane,nozulu manyanani.