Iwu! Qhiwula! Lumkile namangaba-ngaba uLwimi lwethu.

Eli ikhasi lingokubuyisa isidima soLwini lwethu MaXhosa sazi konke okuphathele kwimveli yethi Sizwe esimnyama. Umxholo ongenanto yakwenza noku uyacinywa kuba asifuni.ukuphuma konke konke kwinjongo yekhasi. Umnqweno weli khasi kukuba ekupheleni kosuku kubuye ababhali boncwadi lwesiXhosa befumene ifuthe kweli khasi. Inkunzi ke kukwabelala ngolwaz..